Close

NOTICE: 23/01/15 – Ordinary Council Meeting

20 Jan Posted by in Notices | Comments Off on NOTICE: 23/01/15 – Ordinary Council Meeting

Dr Sitembele Wiseman Vatala the Municipal Manager as cordially instructed by the Speaker of Emalahleni Local Municipality (Cllr Nolitha Lali) hereby gives notice in terms of Section 19(a) of the Municipal Systems Act 32 of 2000 as amended that the seventh Special council meeting of the Emalahleni Municipality will be held. The Final Audited Annual Report, Adjustment Budget for 2014/15 financial year and the Mid-year performance assessment report for 2014/15 will be tabled before the Council. Members of the public and members of the media are invited to attend this meeting.  The meeting is scheduled as follows:

Date: Friday, 23 January 2015
Venue: Dordrecht Town Hall
Time: 15H00

For more information contact municipal offices at: 047 878 0020

Isaziso

Ugqirha Sitembele Wiseman Vatala uMphathi kaMasipala ngokugunyaziswa ngu Somlomo (uCllr Nolitha Lali) wazisa ngentlanganiso yesixhenxe yesiQuphe yeBhunga lika Masipala was’Emalahleni ngokwesiqendu 19(a) somthetho olawula OoMasipala. Ingxelo yokugqibela ehloliweyo yonyaka uhlengahlengiso kuHlahlo lwabiwo-mali luka 2014/15 kwakunye nengxelo yemisebenzi ethe yenziwe kwisithuba senyanga ezintandathu kunyaka-mali ka 2014/15 zizakube zithiwe thaca phambi kweBhunga. Uluntu ngokubanzi kwakunye namaziko osasazo namaphephandaba ayamenywa ukuba ayizimase lentlanganiso. Lentlanganiso izakube ibanjwe ngoluhlobo:
Umhla: NgoLwesihlanu umhla wamashumi amabini anesithathu kweYomqungu ku2015.
Indawo: KwiHolo yeDolophu eDordrecht
Ixesha: Ngentsimbi yesithathu malanga

Ukufumana ulwazi qhakamshelana neOfisi kaMasipala ku 047 878 0020

DR S.W.VATALA
MUNICIPAL MANAGER