Close

NOTICE: 14/12/16-Second Ordinary Council Meeting

Posted by in Notices | Comments Off on NOTICE: 14/12/16-Second Ordinary Council Meeting

Dr Sitembele Wiseman Vatala the Municipal Manager as cordially instructed by the speaker of Emalahleni Local Municipality (Cllr Dumisa Kalolo) hereby gives notice in terms of Section 19(a) of the Municipal Systems Act 32 of 2000 as amended that the Second Ordinary council meeting of the Emalahleni Municipality will be held. Members of the public and members of the media are invited to attend this meeting.  The meeting is scheduled as follows:

 

Date: Wednesday, 14 December 2016

Venue: Council Chamber

Time: 10H00

 

For more information contact municipal offices at: 047 878 0020

 

                                              Isaziso

Ugqirha Sitembele Wiseman Vatala uMphathi kaMasipala ngokugunyaziswa ngu Somlomo (uCeba Dumisa Kalolo) wazisa ngentlanganiso yesibini yeBhunga lika Masipala ngokwesiqendu 19(a) somthetho olawula ooMasipala. Uluntu ngokubanzi kwakunye namaziko osasazo namaphephandaba ayamenywa ukuba ayizimase lentlanganiso. Lentlanganiso izakube ibanjwe ngoluhlobo:

 

Umhla: NgoLwesithathu umhla weshumi elinesine kweyoMnga 2016.

Indawo: KwiHolo yentlanganiso yeBhunga eCacadu(Lady Frere)

Ixesha: Ngentsimbi yeshumi kusasa

 

Ukufumana ulwazi qhakamshelana neOfisi kaMasipala ku 047 878 0020

 

DR S.W.VATALA

MUNICIPAL MANAGER