Close

NOTICE: 07/12/16 -Fourth Special Council Meeting

Posted by in Notices | Comments Off on NOTICE: 07/12/16 -Fourth Special Council Meeting

Dr Sitembele Wiseman Vatala the Municipal Manager as cordially instructed by the Speaker of Emalahleni Local Municipality (Cllr Nolitha Lali) hereby gives notice in terms of Section 19(a) of the Municipal Systems Act 32 of 2000 as amended that the Fourth Special Council Meeting of Emalahleni Local Municipality will be held. Members of the public and members of the media are invited to attend this meeting.  The meeting is scheduled as follows:

 

Date: Wednesday, 07 December 2016

Venue: Dora Voslo Hall, Indwe

Time: 09H00

 

For more information contact municipal offices at: 047 878 0020

 

                                              Isaziso

Ugqirha Sitembele Wiseman Vatala uMphathi kaMasipala ngokugunyaziswa Ngu Somlomo (uCllr Nolitha Lali) wazisa ngentlanganiso yesine yesiquphe yeBhunga lika Masipala ngokwesiqendu 19(a) somthetho olawula OoMasipala wamashumi amathathu anesibini ka 2000. Uluntu ngokubanzi kwakunye namaziko osasazo namaphephandaba ayamenywa ukuba ayizimase lentlanganiso.

 

Lentlanganiso izakube ibanjwe ngoluhlobo:

Umhla: NgoLwesithathu umhla wesixhenxe kweYomnga ku2016.

Indawo: KwiHolo iDora Voslo, eCacadu

Ixesha: Ngentsimbi yesithoba kusasa

 

Ukufumana ulwazi qhakamshelana neOfisi kaMasipala ku 047 878 0020

 

DR S.W.VATALA

MUNICIPAL MANAGER