Close

Notices  // Browsing posts in Notices

08 Jun Posted by in Notices | Comments Off on ISICWANGCISO SOPHUHLISO ESIPASISIWEYO SIKA2017-2022 KWAKUNYE NOHLAHLO LWABIWO-MALI LONYAKA KA2017-2018.

ISICWANGCISO SOPHUHLISO ESIPASISIWEYO SIKA2017-2022 KWAKUNYE NOHLAHLO LWABIWO-MALI LONYAKA KA2017-2018.

Isaziso sikhutshwa ngokomthetho olawula ukusebenza kooMasipala isolotya lamashumi amabini anesihlanu kwisolotyana lesine ka 2000, ochaza ukuba umasipala makakhuphe isaziso ngokupasiswa kwesicwangciso kunye noMthetho olawula ukusetyenziswa kwemali zikaMasipala wamashumi amahlanu anesithandathu ka2003 kwi solotya lamashumi amabini anesine kwisolotyana lesibini, elithetha ngokupasiswa kohlahlo lwabiwo mali phambi kokuba kuqale unyaka mali. Oku kukwazisa uluntu ukuba iSicwangciso Nkqubo Sophuhliso […]

Read more...

08 Jun Posted by in Notices | Comments Off on ADOPTION OF FINAL IDP FOR 2017/2022 AND BUDGET FOR 2017/2018 FINANCIAL YEAR

ADOPTION OF FINAL IDP FOR 2017/2022 AND BUDGET FOR 2017/2018 FINANCIAL YEAR

Notice is hereby given in terms of the Municipal Systems Act no 32 of 2000 section 25, subsection 4 which stipulates that the municipality must give notice to the public of the adoption of the plan and with the Municipal Finance Management Act (MFMA), Act 56 of 2003, Section 24 (2) (a) that talks of […]

Read more...

08 Jun Posted by in Notices | Comments Off on ISICWANGCISO SO HLAHLO LWABIWO-MALI LONYAKA KA2017-2018 NERHAFU YOMNYAKA KA 2017/2018

ISICWANGCISO SO HLAHLO LWABIWO-MALI LONYAKA KA2017-2018 NERHAFU YOMNYAKA KA 2017/2018

Isaziso sikhutshwa ngokomthetho olawula ukusebenza kooMasipala wamashumi amathathu anesibini ka2000 kunye noMthetho olawula ukusetyenziswa kwemali zikaMasipala wamashumi amahlanu anesithandathu ka2003 ukuba iSicwangciso Nkqubo Sophuhliso sika 2017-2022 kwakunye nohlahlo lwabiwomali luka2017-2018 zithe zapasiswa kwintlanganiso yeSine yeBhunga likaMasipala wase Emalahleni ebibanjwe ngomhla wamashumi amathathu ananye kwinyanga kaCanzibe ku2017 eLupapasi, Ntshinga Methodist Church (KwaWadi 15).   Isishwankathelo ngohlahlo […]

Read more...

08 Jun Posted by in Notices | Comments Off on ADOPTION OF FINAL BUDGET FOR 2017/2018 AND TARIFFIS 2017/2018 FINANCIAL YEAR

ADOPTION OF FINAL BUDGET FOR 2017/2018 AND TARIFFIS 2017/2018 FINANCIAL YEAR

  Notice is hereby given in terms of Section 21A of the Municipal Systems Act no. 32 of 2000 and section 22 of the Municipal Finance Management Act no. 56 of 2003, that the Final IDP 2017/2022 and Budget 2017/2018 has been adopted by Council in a Fourth Ordinary Council meeting held on the 31 […]

Read more...

30 May Posted by in News, Notices | Comments Off on SOMA Media Alert

SOMA Media Alert

 The Honourable Mayor of Emalahleni Local Municipality Nomveliso Nyukwana will be presenting the State of the Municipality Address at Lupapasi Ntshinga Methodist Church in ward 15on the 31st of May 2017 at 11 o’clock. Honourable Mayor Nomveliso Nyukwana will be delivering the State of Municipality Address which seeks to inform the communities about the progress […]

Read more...

22 May Posted by in Notices | Comments Off on THE HONOURABLE MAYOR PRESENTS THE STATE OF THE MUNICIPAL ADDRESS

THE HONOURABLE MAYOR PRESENTS THE STATE OF THE MUNICIPAL ADDRESS

The Mayor of Emalahleni Local Municipality, Councillor Nomveliso Nyukwana will be delivering the State of the Municipality Address where she will present the final draft Integrated Development Plan for 2017/2022 and Budget for 2017/2018 in terms of Section 19(a) of the Municipal Systems Act no 32 of 2000 as amended. This is the outcome of […]

Read more...

22 May Posted by in Notices | Comments Off on NOTICE: GN/04/17 FOURTH ORDINARY COUNCIL MEETING

NOTICE: GN/04/17 FOURTH ORDINARY COUNCIL MEETING

Dr Sitembele Wiseman Vatala the Municipal Manager as cordiallyinstructed by the speaker of Emalahleni Local Municipality (Cllr Dumisa Kalolo) hereby gives notice in terms of Section 19(a) of the Municipal Systems Act 32 of 2000 as amended that the Fourth Ordinary council meeting of the Emalahleni Municipality will be held for tabling of the final […]

Read more...

04 Apr Posted by in Notices | Comments Off on ISICWANGCISO SOPHUHLISO ESISAQULUNQWAYO SIKA2017-2022 KWAKUNYE NOHLAHLO LWABIWO-MALI LONYAKA KA2017-201

ISICWANGCISO SOPHUHLISO ESISAQULUNQWAYO SIKA2017-2022 KWAKUNYE NOHLAHLO LWABIWO-MALI LONYAKA KA2017-201

Esi sisaziso ngokomthetho olawula ukusebenza kooMasipala wamashumi amathathu anesibini ka2000, uMthetho olawula ukusetyenziswa kwemali zikaMasipala wamashumi amahlanu ka2003 ukuba kwakunye neSolotya leshumi elinesihlanuicandelwana lesithathu lomthethowoMasipala olawula ukucwangcisa kwakunye nokulawulaindlelaekuthikusetyenzwengayo ka2001. iSicwangciso Nkqubo Sophuhliso esisaqulunqwayo sika2017-2022 kwakunye nohlahlo lwabiwomali luka2017-2018 zithe zathiwa thaca phambi kweBhunga likaMasipala wase Emalahleni zaze zaphunyezwa kwintlanganiso yeBhunga ebibanjwe ngomhla wamashumi amathathu […]

Read more...

04 Apr Posted by in Notices | Comments Off on ADOPTION OF DRAFT BUDGET AND IDP FOR 2017/2018 FINANCIAL YEAR

ADOPTION OF DRAFT BUDGET AND IDP FOR 2017/2018 FINANCIAL YEAR

Notice is hereby given in terms of section 22 of the Municipal Finance Management Act no. 56 of 2003, Section 21A of the Municipal Systems Act no. 32 of 2002 and Section 15 (3) of the Local Government: Municipal Planning and Performance Management Regulation, 2001. that the 2017/18Draft Budget and IDP has been adopted by […]

Read more...

04 Apr Posted by in Notices | Comments Off on RESOLUTION FOR LEVYING PROPERTY RATES FOR THE FINANCIAL YEAR 1 JULY 2017 TO 30 JUNE 2018

RESOLUTION FOR LEVYING PROPERTY RATES FOR THE FINANCIAL YEAR 1 JULY 2017 TO 30 JUNE 2018

Notice is hereby given in terms of section 14(1) and (2) of the Local Government: Property Rates Act, 2004; that the Council resolved by way of council resolution number OC139/03/2017, to levy the rates on property reflected in the schedule below with effect from 1 July 2017. CATEGORY OF PROPERTY Cent in the Rand rate […]

Read more...